home
***
CD-ROM
|
disk
|
FTP
|
other
***
search
/
PCGUIA 127
/
PC Guia 127.iso
/
Software
/
Produtividade
/
OpenOffice.org 2.0.1
/
openofficeorg4.cab
/
crashrep.exe
/
1076
/
string.txt
Wrap
Text File
|
2005-11-16
|
4KB
|
43 lines
102 Ingxelo Yemposiso ye-%PRODUCTNAME% %PRODUCTVERSION%
103 Wamkelekile Kwingxelo Yemposiso ye-%PRODUCTNAME% %PRODUCTVERSION%
104 Esi sixhobo sengxelo yemposiso siqokelela ulwazi malunga nendlela i-PRODUCTNAME% esebenza ngayo ize iyithumele kwi-Sun Microsystems ukuze incede ekuphuculeni amaxa enguqulelo exesha elizayo.\n\n
105 http://www.sun.com/privacy/
106 ~Okulandelayo >>
107 Rhoxisa
108 Ingxelo Yemposiso ye-%PRODUCTNAME% %PRODUCTVERSION%
109 Kwenzeke imposiso xa bekuqhutywa i-%PRODUCTNAME% %PRODUCTVERSION%
110 Ingxelo Yemposiso ye-%PRODUCTNAME% %PRODUCTVERSION% iqokelele ulwazi olunokunceda i-Sun Microsystems ukuphucula i-%PRODUCTNAME%.\nKwizikhewu ezingezantsi, unokufaka isihloko sengxelo yakho yomtyhobozo uze uchaze isenzo obuzama ukusiphumeza xa bekusenzeka imposiso. Emva koko nqomfa apha 'Thumela'.\n
111 Luhlobo luni loxwebhu (umzk. inkcazelo-mboniso) obulusebenzisa xa bekusenzeka imposiso?
112 ~Ndiyayivumela i-Sun Microsystems ukuba izidibanise nam malunga nale ngxelo.
113 ~Ubuyisebenzisa njani i-%PRODUCTNAME% xa bekusenzeka imposiso?
114 << ~Emva
115 Th~umela
116 ~Musa Ukuthumela
117 Bonisa ~Ingxelo...
118 ~Gcina Ingxelo...
120 Imposiso ayikwazanga kuthunyelwa kuba inkqubo yemeyile ehlala ikhona ayiyixhasi i-MAPI.\nNceda sebenzisa inkqubo yemeyile evumelana ne-MAPI.
121 Ingxelo yemposiso ayikwazanga kugcineka okwethutyana ngoko ke ayikwazanga kuthunyelwa.
122 KULUNGILE
123 ~Ekukhethwa kuko...
124 Nceda faka idilesi yakho yemeyile.
126 Ekukhethwa kuko
127 Imimiselo yenkqubo engummeli
128 Sebenzisa imimiselo ~yesixokelelwano
129 Sebenzisa umdibaniso ~ongqale Kuthungelwano Ngekhompyutha
130 Sebenzisa imimiselo ~eyenziwa ngesandla
131 Inkqubo engummeli ye-HT~TP
132 ~Isiqhagamsheli nezinye iinkqubo
133 Isixhobo sengxelo Yemposiso ye-%PRODUCTNAME% sifuna ukunxulunyaniswa Nothungelwano Ngekhompyutha ukuze sikwazi ukuthumela iingxelo zemposiso.\n\nAmaqumrhu akholisa ukusebenzisa iiseva zenkqubo engummeli kunye nongqameko lokhuselo ukuze kukhuselwe umsebenzi wothungelwano. \n \nUkuba oku kuyasebenza kwimeko okuyo, kufuneka uxele idilesi nesiqhagamsheli nezinye inkqubo ukwenzela iseva..
134 Ingxelo yemposiso ayikwazanga kuthunyelwa. Nceda qwalasela imimiselo yenkqubo engummeli phantsi kwe-'Options' Kwisixhobo Sengxelo Yemposiso.
135 Ingxelo yemposiso ayikwazanga kuthunyelwa kuba akukho mdibaniso Nothungelwano Ngekhompyutha.Nceda qwalasela imimiselo yakho Yothungelwano Ngekhompyutha
136 Kuthunyelwa Ingxelo Yemposiso
137 Imeko: Kuthunyelwa ingxelo yemposiso
138 Imeko: Ingxelo yemposiso ithunyelwe ngempumelelo.
140 Kulula - thumela nje kuphela ingxelo ngaphandle kwelinge elingaphaya kweli kwindawo yakho ngokunqomfa 'Thumela' kwingxoxo elandelayo, okanye unokuchaza ngokufutshane indlela imposiso eyenzeke ngayo uze unqomfe apha 'Thumela'. Ukuba ufuna ukubona ingxelo, nqomfa iqhosha elithi 'Bonisa Ingxelo'. Akukho zinkcukacha ziya kuthunyelwa ukuba unqomfa apha 'Musa ukuthumela'.\n
141 Imeko Yabucala Yomxumi\nUlwazi oluqokelelweyo lunemida yeenkcukacha ezimalunga nesimo se-%PRODUCTNAME% %PRODUCTVERSION% xa bekusenzeka imposiso. Olunye ulwazi malunga namagama okugqithisela okanye iziqulatho zoxwebhu aluqokelelwa.\n\nUlwazi luya kusetyenziselwa kuphela ukuphucula umgangatho we-%PRODUCTNAME% kwaye akusayi kwabelwana ngalo namaqela esithathu.\nNgolwazi olungaphaya kolunikiweyo kumgaqosiseko wabucala we-Sun Microsystems, tyelela\n
142 Uphawule okukhethwayo okuthi 'Ndiyayivumela i-Sun Microsystems ukuba izidibanise nam malunga nale ngxelo.'\nNceda ngenisa idilesi yakho yemeyile.
143 Ukusetyenziswa:
144 -p <process ID>
145 Kunikwa Isazisi senkqubo ye-%PRODUCTNAME (PID) Kwisixhobo Sengxelo Yemposiso
146 Ibonisa esi siqendu soncedo.\nUlwazi oluneenkcukacha lunokufunyanwa Kwisikhokelo Sokumisela.